Friday, December 12, 2025

Bayityile ikuku ka Tamkhulu uTwala ooMakhulu base Alexandra Township eRhawutini

Eyisika.... Umnumzana uTwala ehlula ikuku yakhe 

Ibingumyadala wombhiyozo kwi sixeko ekuthiwa yi Alexandra Township izolo, xa uTato oMkhulu welali egqiba iminyaka emashum asibhozo ananye yeminyaka.

Pan Africa Mall enika elixhego lingu Twala amabhakete ayi 1200 okutya

I traka  ngee traka  bezigilana kwi ndlu yelixhego kleviki. Ziza ziphethe izipho ngezipho zokubhafisa  lo mfo.


Imini yakhe, uqale ukuyibhiyozela ngolwesibinini kwi Cawe ka tatu Bisho Nhlanhla Nhlapo ebizwa ngoba yi God Never Fails.


Apho, iqonga wayecula nalo likwaba liqonga lika mama wakhe, Midnight Harmonies, likhe lacula livuyisa oomakhulu kwaye naye ngale mini yakhe yokuzalwa.

Kuba imini yangolwesibini ibimfutshane, uphinde waphinda kwakhona sele bhakelwe ikuku yi Pan Africa Mall kwanye ne Talis Property and  Redefined Property Group.

I Pan Afrika Mall ikhuphe amabhakethe okutya a ngaphayo kwe 1200 ukuze lo tata anike oomaKhulu bakhe.


Lomfo uyabathanda kakhulu ke lamaxhegwazana akhe.  Kwaye ne ntombi yakhe yokugqubela uGcina uthi, utata lo wakhe akasanqandeki xa esebenzela abamakhulu.





Khroqo ngemigqibelo yofika lo ka Twala ekhupha impahla no kutya ukuze lamaxhegwazana elelali akwazi ukutya nabantwana babo.


Yofika ebanika iiblumasi kunye nee mpahla banxibise izizukulwana zezi zuku lwana.

Nge  AfrikaTikkun yakhe ubathatha bebancinci abantwana abafake esikolweni. Abase kwi camps baze bafumane nemisebenzi.


NgePhuthaditjhaba yakhe, uyabagcina aba nakekele ngokuba nika yonke into abayifunayo wade wabakhele ne kliniki.


Othe wavelelwa sisifo, uye amcedise apho akwaziyo khona. Njengoba ngolwesine kuye kwavela umphanga womnye umama. wathi ezinye zezinto ezikhutshwe etrakini mazibalekiswe klo mzi uvelelwe sisifo.



Uyewaxelela abantu base Alexandra ukuba baze banga yeki ukulwela unhlaba wabo.

Wabaxwayisa nanga ngok'ba kukho bantu abathi umhlaba wase Lanbro Park nase Frankenwald abantu base Alexandra fanele bakhuphe R15000 for wona.


"Xa ungasebenzi wena kuqala, uzoyifumanaphi lomali? Lamhlaba ngowabantu base Alexandra Township qha", litshilo ke ixhego elifuna kwakhiwe elinye ikhaya labantu abadala kwalapha kwesisi xeko. Etsho exelela omnye wabantu base  Redefine properties Group, Talis Property Fund and The Afrika Mall staff.


Klo nyaka umbiyozo walomfo ubuxhaswe nayiyo i Zanele Mbeki Foundation, Gift of the Givers, Shoprite.

 













 

No comments:

Post a Comment

Dear reader,

As African beads stories, we value your input and comments to any of our stories.

While we live in a country of free speech and expression ie South Africa.

We would also like to arlet you to please be sensitive to other readers and commentators of this blog.

While we still value your input, but please make sure it does not infringe on other people's rights.

Make sure it respect all our communities and everyone in the universe.

I thank you,

Bayityile ikuku ka Tamkhulu uTwala ooMakhulu base Alexandra Township eRhawutini

Eyisika.... Umnumzana uTwala ehlula ikuku yakhe  Ibingumyadala wombhiyozo kwi sixeko ekuthiwa yi Alexandra Township izolo, xa uTato oMkhulu ...